LyricsNdikuthandile

Vusi Nova

Last update on: August 10, 2016
1 Translation available1 Translation available
Edited by Phiwokuhle Jacqueline Felane a year ago

thatha, nants'intliziyo yam thatha nal'uthando lolwakho thatha nants'intliziyo yam zuyiphathe njengeqanda sthandwa andenzi ngabom ndiyaz'thandela apha kuwe Heeybo andenzi ngabom yooh ndicel' ndikuthandile sthandwa sam ngentliziyo yami yonke nditsh'uthando endinalo soze luphele x2 indlela ondithanda ngayo kukhw'indlela ondibamba ngayo baby indlela ondijonga ngayo baby iyandigqiba yeah sthandwa andenzi ngabom yeah andiphathwa nazintloni xa ndifun'ukbamba, ndifun'ukuk'thanda ngaske lingatshoni ndikuthandile sthandwa sam ngentliziyo yami yonke nditsh'uthando endinalo soze luphele uthath'umphemfumlo wam Thulisile, ebusuku nemini ndiphupha ngawe x2 ndikuthandile (ndikuthandile) sthandwa sam ngentliziyo yami yonke nditsh'uthando (nditsh'uthando) endinalo soze luphele x2 end...

1 Translation available1 Translation available
  • 483

Last activities

Translated byLincoln Davids

Musixmatch for Spotify and
iTunes is now available for
your computer

Download now