LyricsNdinike Indawo

Jaziel Brothers

Last update on: July 22, 2017
These lyrics are waiting for review
If you found mistakes, please help us by correcting them.
#together against coronavirus

Jaziel Brothers Ndinike Indawo

Ndithi ndithi ndithi ndicel' umngeni ntombi we ntombi yabantu Zininzi izinto ndiyaqonda, zininzi izinto ndiyavuma Ndinik' indawo entliziyweni Ndinik' indawo ndoyingcina Bamoshile abantu ndiyaqonda Badlalil' abantu ndiyaqonda Ndinik' indawo ndoyingcina Zekuthi xa kuthethwa ngabantu besithi hayi kunzima, wena uzuthi hayi ndithandwa Uzuthi ndithandiwe Ndinik' indawo entliziyweni Ndinik' indawo ndoyingcina Bamoshil' abantu ndiyaqonda Badlalil' abantu ndiyaqonda Ndinik' indawo ndoyingcina Ndinik' indawo entliziyweni Ndinik' indawo ndoyingcina Bamoshil' abantu ndiyaqonda Badlalil' abantu ndiyaqonda Ndinik' indawo ndoyingcina Oh yeyeye yeyeye oh yeyeye Oh ndiyaku qinisekisa hayi andisoze ndiphinde ndindlale ngawe Ndinik' indawo entliziyweni Ndinik' indawo ndoyingcina Bamoshil' abantu ndiyaqonda Badlalil' abantu ndiyaqonda Ndinik' indawo ndoyingcina Ndinik' indawo Ndinik' indawo Bamoshil' abantu ndiyaqonda Badlalil' abantu ndiyaqonda Ndinik' indawo ndoyingcina

  • 11

Last activities

Musixmatch for Spotify and
Apple Music is now available for
your computer

Download now