歌詞Lizalis' Idinga Lakho

Nomusa Dhlomo

最終更新日:: 2020年9月20日
利用可能な翻訳がありません利用可能な翻訳がありません

Lizalis idinga lakho Thixo nkosi yenyaniso Zonki'intlanga, zonki'izizwe

Ma zizuze usindiso Lizalis idinga lakho Thixo nkosi yenyaniso Zonki'intlanga, zonki'izizwe Ma zizuze usindiso Amadolo kweli lizwe Mawa gobe phambi kwakho Zide zithi zonk'ilwimi Ziluxel'udumo lwakho Amadolo kweli lizwe Mawa gobe phambi kwakho Zide zithi zonk'ilwimi Ziluxel'udumo lwakho Yalaa, nkosi, singadeli Iimfundiso zezwi lakho Uze usivuselele Sive inyaniso yakho Yalaa, nkosi, singadeli Iimfundiso zezwi lakho Uze usivuselele Sive inyaniso yakho Yalaa, nkosi, singadeli Iimfundiso zezwi lakho Uze usivuselele Sive inyaniso yakho

利用可能な翻訳がありません利用可能な翻訳がありません
  • 0

最新の活動

同期者:Lunga Tshikida

あなたのコンピューターのSpotifyと
Apple MusicでMusixmatchが現在利用可能になりました。

今すぐダウンロード